Uhlaziyo-Mnqophiso 31:23 XHO96

23 UNdikhoyo ke wamyalela wenjenje noYoshuwa unyana kaNune: “Qina ukhaliphe, kuba nguwe oza kukhokela amaSirayeli, uye kuwangenisa kwelo lizwe ndawathembisa ngalo ngesifungo; ibe ke mna ndiza kuba nawe.”

funda isahluko epheleleyo Uhlaziyo-Mnqophiso 31

imbono Uhlaziyo-Mnqophiso 31:23 kwimeko