9 UYoshuwa unyana kaNune wazaliswa bubulumko nokuqonda, kuba kaloku uMosis wambeka izandla emngenisa ezihlangwini zakhe. NamaSirayeli ke amthobela uYoshuwa, enza ngokwemiyalelo eyanikwa uMosis nguNdikhoyo.
funda isahluko epheleleyo Uhlaziyo-Mnqophiso 34
imbono Uhlaziyo-Mnqophiso 34:9 kwimeko