5 Ngelo thuba ke mna ndema phakathi kwenu noNdikhoyo ndinivakalisela awayekuthetha, kuba kaloku nina nasuka noyika nakubona umlilo, anavuma ukusondela entabeni.“UNdikhoyo wathetha nani, wathi:
funda isahluko epheleleyo Uhlaziyo-Mnqophiso 5
imbono Uhlaziyo-Mnqophiso 5:5 kwimeko