Uhlaziyo-Mnqophiso 8:3 XHO96

3 Wanithoba eniyekela ngendlela, waza kananjalo wanipha *imana, kutya oko naningakwazi, nina ngokunjalo nooyihlo-mkhulu. Le nto ke wayenza kuba efuna niqonde nazi ukuba ubomi bomntu abuxhomekanga kutyeni kuphela, koko buxhomekeke kuwo onke amazwi kaNdikhoyo.

funda isahluko epheleleyo Uhlaziyo-Mnqophiso 8

imbono Uhlaziyo-Mnqophiso 8:3 kwimeko