Ujeremiya 13:11 XHO96

11 Kanye njengokuba ibhanti ithiwa ntshi esinqeni somntu, umzi kaSirayeli uphela kwakunye nokaJuda ndawubophelela kum,” lowo ngumlomo kaNdikhoyo, “khon' ukuze babe ngabantu bam, ndizenzele igama ngabo, nodumo neqhayiya, kodwa bona abevanga.”

funda isahluko epheleleyo Ujeremiya 13

imbono Ujeremiya 13:11 kwimeko