Ujeremiya 13:12 XHO96

12 Wathi kum *uNdikhoyo: “Yithi kwaba bantu: ‘Utsho uNdikhoyo uThixo kaSirayeli ukuthi: Wonke umphanda wozaliswa ngewayini.’ Bona ke baya kuthi: ‘Uba asiyazi kakade into yokuba wonke umphanda wozaliswa ngewayini?’

funda isahluko epheleleyo Ujeremiya 13

imbono Ujeremiya 13:12 kwimeko