Ujeremiya 16:4 XHO96

4 ‘Baza kufa zizifo ezibulalayo, bangazilelwa, bangangcwatywa nokungcwatywa. Izidumbu zabo ziya kudunduluza emadlelweni okwamalongwe. Baza kufa likrele okanye yindlala, baxholwe ziintaka, badliwe nangamarhamncwa.’ ”

funda isahluko epheleleyo Ujeremiya 16

imbono Ujeremiya 16:4 kwimeko