Ujeremiya 16:5 XHO96

5 Ewe, utsho uNdikhoyo kum ukuthi: “Ungaze ungene kumzi apho kuqhutywa isiko lokuzila. Ungazileli okanye ukhuze namnye umntu. Kaloku ndilususile kwaba bantu uxolo lwam; andisayi kuba nanceba nabubele kubo.” Lowo ngumlomo kaNdikhoyo.

funda isahluko epheleleyo Ujeremiya 16

imbono Ujeremiya 16:5 kwimeko