Ujeremiya 19:13 XHO96

13 Izindlu zaseJerusalem kunye nezookumkani bakwaJuda ziza kuxajelwa zifane neTofeti. Nditsho zonke izindlu ekwakutshiswa phezu kwazo isiqhumiso soothixo abaziinkwenkwezi, kunikelwa nangeminikelo ethululwayo koothixo basemzini.’ ”

funda isahluko epheleleyo Ujeremiya 19

imbono Ujeremiya 19:13 kwimeko