Ujeremiya 19:14 XHO96

14 Wabuya ke uJeremiya evela eTofeti apho wayethunywe ukushumayela khona nguNdikhoyo. Waya kuma ngaphakathi kweyadi yendlu kaNdikhoyo, wathi ebantwini xa bebonke:

funda isahluko epheleleyo Ujeremiya 19

imbono Ujeremiya 19:14 kwimeko