Ujeremiya 2:19 XHO96

19 Uza kuqeqeshwa bubugwenxa bakho;uza kululekwa kukukreqa kwakho;uza kubuqonda ubukrakra nobubi bokundifulathelanokungankwantyi phambi kwam, mna Ndikhoyo, Thixo wakho.”Lowo ngumlomo wengangalala uNdikhoyo onamandla onke.

funda isahluko epheleleyo Ujeremiya 2

imbono Ujeremiya 2:19 kwimeko