Ujeremiya 22:24 XHO96

24 Utsho umlomo *kaNdikhoyo ukuthi: “Ndiyafunga, ndithi kuwe, Koniya, nyana kakumkani Joyakim wakwaJuda, nokokuba ubungumsesane endiwunxibe emnweni wesandla sam sokunene, bendiya kukukhulula,

funda isahluko epheleleyo Ujeremiya 22

imbono Ujeremiya 22:24 kwimeko