Ujeremiya 25:33 XHO96

33 Ngelo xesha ke bonke abo babulewe nguNdikhoyo boba bethe saa ngeenxa zonke – ukususela kweli cala lomhlaba, kuse kweliya. Abayi kuzilelwa; abayi kuqokelelwa; bengayi kungcwatywa. Baya kudunduluza okwamalongwe phezu komhlaba.

funda isahluko epheleleyo Ujeremiya 25

imbono Ujeremiya 25:33 kwimeko