Ujeremiya 25:5 XHO96

5 Abo bashumayeli babesithi: ‘Guqukani elowo kwimikhwa yakhe emibi, nakwizenzo zakhe ezimdaka, khon' ukuze niwuhlale ngonaphakade kanaphakade lo mhlaba wanikwa nina nooyihlo-mkhulu nguNdikhoyo.’

funda isahluko epheleleyo Ujeremiya 25

imbono Ujeremiya 25:5 kwimeko