Ujeremiya 28:1 XHO96

1 Kwangaloo nyaka, ngenyanga yesihlanu, kunyaka wesine elawula uZedekiya ukumkani wakwaJuda, uHananiya unyana ka-Azure waseGibheyon wathi kum, sisendlwini *kaNdikhoyo, ngaphambi kwababingeleli nabantu bonke:

funda isahluko epheleleyo Ujeremiya 28

imbono Ujeremiya 28:1 kwimeko