Ujeremiya 29:1 XHO96

1 Nantsi incwadi eyabhalwa ngumshumayeli uJeremiya eseJerusalem, ebhalela amasalela amadoda amakhulu afudusiweyo, nababingeleli, nabashumayeli, kunye nabantu bonke abathathwa ngukumkani uNebhukadenezare eJerusalem, baya kuba ngabathinjwa eBhabheli.

funda isahluko epheleleyo Ujeremiya 29

imbono Ujeremiya 29:1 kwimeko