Ujeremiya 29:2 XHO96

2 Wayibhala emva kokuba ukumkani uJekoniya nonina, namaphakathi, kunye neziphathamandla zakwaJuda naseJerusalem, namagcisa nabasebenzi bentsimbi bakhona, basiwa ekuthinjweni.

funda isahluko epheleleyo Ujeremiya 29

imbono Ujeremiya 29:2 kwimeko