Ujeremiya 3:7 XHO96

7 Ndandiba uya kuthi emva kwayo yonke loo nto abuyele kum. Kodwa akabuyelanga kum, yaye nodade wabo ongathembekanga uJuda wayibona loo nto.

funda isahluko epheleleyo Ujeremiya 3

imbono Ujeremiya 3:7 kwimeko