Ujeremiya 30:11 XHO96

11 Ndinawe ukuze ndikusindise.’Lowo ngumlomo kaNdikhoyo.‘Zona iintlanga endikuchitha-chithe phakathi kwazondozitshabalalisa mpela,kodwa wena andiyi kukucima tu igama.Nawe phofu uza kohlwaywa;ndiza kukuqeqesha,phofu ndingabi ngqongqo kuwe.’

funda isahluko epheleleyo Ujeremiya 30

imbono Ujeremiya 30:11 kwimeko