Ujeremiya 30:21 XHO96

21 Inkokheli yabo yovela kwakubo,umlawuli aphume phakathi kwabo.Uya kuvela ngokubizwa ndim,asondele kufuphi nam,kungekho bani nje ungade asondele kum ndingambizanga.’Lowo ngumlomo kaNdikhoyo.

funda isahluko epheleleyo Ujeremiya 30

imbono Ujeremiya 30:21 kwimeko