Ujeremiya 33:12 XHO96

12 “Utsho uNdikhoyo uSomandla-onke ukuthi: ‘Kanye kule ndawo iyinkangala, ingamiwa mntu nasilwanyana, kuza kuvela amadlelo apho abelusi baya kwalusela khona impahla, kuvuswe needolophu zayo.

funda isahluko epheleleyo Ujeremiya 33

imbono Ujeremiya 33:12 kwimeko