Ujeremiya 33:13 XHO96

13 Ezidolophini kweleentaba, nezakumazantsi eentaba, nakumzantsi-Juda, kummandla wakwaBhenjamin, nakwiilali ezingqonge iJerusalem, nakwiidolophu zakwaJuda, kobuya kubalwe imfuyo ngabelusi,’ utsho uNdikhoyo.

funda isahluko epheleleyo Ujeremiya 33

imbono Ujeremiya 33:13 kwimeko