Ujeremiya 36:10 XHO96

10 UBharuki esendlwini kaNdikhoyo, emi egumbini likaGemariya unyana kanobhala uShafan elalikwiyadi engentla kwiSango eLitsha lendlu kaNdikhoyo, wabafundela encwadini abantu amazwi kaJeremiya.

funda isahluko epheleleyo Ujeremiya 36

imbono Ujeremiya 36:10 kwimeko