Ujeremiya 36:9 XHO96

9 Ngenyanga yethoba, kunyaka wesihlanu uJoyakim engukumkani wakwaJuda, kwabhengezwa umhla wenzila kubo bonke abantu baseJerusalem kwanâbo babevela kwiidolophu zakwaJuda. Injongo yayiyeyokuba bazisole phambi koNdikhoyo.

funda isahluko epheleleyo Ujeremiya 36

imbono Ujeremiya 36:9 kwimeko