Ujeremiya 37:1 XHO96

1 UZedekiya unyana kaYosiya wabekwa waba ngukumkani wakwaJuda, emiselwa ngukumkani uNebhukadenezare waseBhabheli. Wangena ezihlangwini zikaKoniya unyana kaJoyakim

funda isahluko epheleleyo Ujeremiya 37

imbono Ujeremiya 37:1 kwimeko