Ujeremiya 37:14 XHO96

14 UJeremiya uthe: “Hayi, uyaxoka! Andibhaceli kumaKaledi.” UIriya akazange afune nokuva oku, usuke wambamba, wamsa kwiziphathamandla.

funda isahluko epheleleyo Ujeremiya 37

imbono Ujeremiya 37:14 kwimeko