Ujeremiya 37:13 XHO96

13 Uthe akufika kwisango leJerusalem ekuthiwa lelakwaBhenjamin, umshumayeli uJeremiya wabanjwa nguIriya, unyana kaShelemiya owayezalwa nguHananiya, owayeyintloko yabalindi, wathi: “Ubhacela kumaKaledi!”

funda isahluko epheleleyo Ujeremiya 37

imbono Ujeremiya 37:13 kwimeko