Ujeremiya 41:9 XHO96

9 Umhadi okwaphoswa kuwo izidumbu zamadoda abulawa nguIshmayeli kwakunye nesikaGedaliya wenziwa ngukumkani uAsa xa wayehlaselwa ngukumkani uBhasha wakwaSirayeli. Ke uIshmayeli unyana kaNetaniya wawuzalisa loo mhadi zizidumbu zabagwintiweyo.

funda isahluko epheleleyo Ujeremiya 41

imbono Ujeremiya 41:9 kwimeko