1 Akugqiba uJeremiya ukuwathetha ebantwini bonke amazwi onke *kaNdikhoyo uThixo wabo awamthuma wona uNdikhoyo kubo,
funda isahluko epheleleyo Ujeremiya 43
imbono Ujeremiya 43:1 kwimeko