Ujeremiya 43:2 XHO96

2 uAzariya unyana kaHoshaya ekunye noYohanan kaKareya, kunye nawo onke amanye amadoda anekratshi, bathi kuJeremiya: “Uyaxoka! UNdikhoyo uThixo wethu akazange akuthume kuthi ukuba uthi: ‘Ze ningayi kuya kuhlala eJiputa.’

funda isahluko epheleleyo Ujeremiya 43

imbono Ujeremiya 43:2 kwimeko