Ujeremiya 49:29 XHO96

29 Ziya kuthinjwa iintente zabo nemfuyo yabo,kumkiwe nemikhusane yabo nempahla esezintenteni zabo,nditsho kwaneenkamela zabo.Kuya kumemezwa kubo kuthiwe:‘Lunxunguphalo macala onke!’

funda isahluko epheleleyo Ujeremiya 49

imbono Ujeremiya 49:29 kwimeko