Ujeremiya 49:30 XHO96

30 “Sabani! Balekani ngamandla!Zimelani kwimiqolomba emnyama, nina bemi baseHazore.”Lowo ngumlomo kaNdikhoyo.“Kaloku uNebhukadenezare, ukumkani waseBhabheli,ucebe icebo malunga nani,wagqiba izigqibo ngani.

funda isahluko epheleleyo Ujeremiya 49

imbono Ujeremiya 49:30 kwimeko