12 Kaloku aba bantu bayamxoka uNdikhoyo, bathi: “A, suka! Akazukwenza nto lowo, kungekho nanto iza kusihlela. Asiyi kuhlaselwa bani, kungazi kubakho ndlala apha.
funda isahluko epheleleyo Ujeremiya 5
imbono Ujeremiya 5:12 kwimeko