Ujeremiya 51:33 XHO96

33 Utsho uNdikhoyo onamandla onke, uThixo kaSirayeli, ukuthi:“Intombi eyiBhabheli injengebala lokubhulelangexesha lokugangathwa kwalo;ngexesha elingephi wofika umhla wokuba kuvunelwe kulo.”

funda isahluko epheleleyo Ujeremiya 51

imbono Ujeremiya 51:33 kwimeko