13 Kwathi, kungekabi ntsuku zingaphi, inci yathatha konke okwayo, yemka kwelakowayo, yaya ezweni elikude, yaza yathi khona apho yayichitha impahla yayo ngokungakhathali.
funda isahluko epheleleyo Uluka 15
imbono Uluka 15:13 kwimeko