Uluka 16:25 XHO96

25 “Kodwa uAbraham wathi: ‘Nyana, khumbula ukuba wena ebomini bakho wawufumana izinto ezimnandi, uLazaro yena efumana ezimbi; ngoku yena uyathuthuzelwa apha, kanti wena uyathuthunjelwa.

funda isahluko epheleleyo Uluka 16

imbono Uluka 16:25 kwimeko