Uluka 16:26 XHO96

26 Kodwa ke, ngaphandle kwale nto yonke, phakathi kwethu nani kuthiwe zinzi umsantsa omkhulu, ukuze abathanda ukuwela, besuka apha besiya kuni, bangabi nako, nokuthi abalapho kuni bangabi nakuwelela kuthi.’

funda isahluko epheleleyo Uluka 16

imbono Uluka 16:26 kwimeko