Uluka 2:9 XHO96

9 Babona isithunywa seNkosi simi ngakubo, bathi nobuqaqawuli beNkosi bababengezelela ngeenxa zonke. Baza boyika kakhulu.

funda isahluko epheleleyo Uluka 2

imbono Uluka 2:9 kwimeko