Uluka 4:38 XHO96

38 Waphuma ke uYesu *endlwini yesikhungo, waya kungena endlwini kaSimon. Ke umkhwekazi kaSimon wayephethwe yifiva ngamandla, baza ke baxelela uYesu ngaye.

funda isahluko epheleleyo Uluka 4

imbono Uluka 4:38 kwimeko