Uluka 4:39 XHO96

39 Yena waya kuma ngakuye, wayikhalimela ifiva, waza wachacha. Wavuka kwangoko ke, wabalungiselela ukutya.

funda isahluko epheleleyo Uluka 4

imbono Uluka 4:39 kwimeko