Uluka 4:40 XHO96

40 Kwathi ukutshona kwelanga, bonke abo babenabagula zizifo ngezifo babazisa kuYesu. Yena wababeka izandla bonke ngabanye, wabaphilisa.

funda isahluko epheleleyo Uluka 4

imbono Uluka 4:40 kwimeko