Uluka 6:21 XHO96

21 Hayi uyolo lwenu, nina balambayo ngoku,kuba niya kuhlutha!Hayi uyolo lwenu, nina balilayo ngoku,kuba niya kuhleka!

funda isahluko epheleleyo Uluka 6

imbono Uluka 6:21 kwimeko