Uluka 6:22 XHO96

22 “Hayi uyolo lwenu xa abantu bathe banithiya ngenxa yakhe *uNyana woLuntu, benigxotha, beningcikiva, benihlamba okwabancanyiweyo.

funda isahluko epheleleyo Uluka 6

imbono Uluka 6:22 kwimeko