Uluka 7:24 XHO96

24 Bakuba bemkile abathunywa bakaYohane, uYesu wathetha ngoYohane kwisihlwele, esithi: “Naphuma nisiya kubona ntoni na entlango? Yayiyingcongolo na, izanya-zanyiswa ngumoya?

funda isahluko epheleleyo Uluka 7

imbono Uluka 7:24 kwimeko