25 Naphuma nisiya kubona ntoni na kakade? Yayingumntu ohombileyo na? Niyabona, abo banxiba izivatho eziqaqambileyo, badle amanqatha elizwe, ngabasezindlwini zookumkani.
funda isahluko epheleleyo Uluka 7
imbono Uluka 7:25 kwimeko