Uluka 7:26 XHO96

26 Ngaba naphuma nisiya kubona ntoni na kakade? Yayingumshumayeli na? Ewe, ndithi kuni, nibone oyena *ungumshumayeli ngokupheleleyo.

funda isahluko epheleleyo Uluka 7

imbono Uluka 7:26 kwimeko