28 “Ndithi kuni, kubo bonke abazelwe kweli hlabathi akukho bani mkhulu kunoYohane; kanti noyena mncinane ùphantsi kolawulo olutsha lukaThixo mkhulu kunaye.”
funda isahluko epheleleyo Uluka 7
imbono Uluka 7:28 kwimeko