Uluka 7:8 XHO96

8 Nam ndingumntu obekwe phantsi kwegunya, kwaye ndinamajoni aphantsi kwam: kweli ndithi: ‘Yiya,’ liye; kweliya: ‘Yiza,’ lize; kwisicaka sam: ‘Yenza oku,’ sikwenze.”

funda isahluko epheleleyo Uluka 7

imbono Uluka 7:8 kwimeko