Uluka 7:9 XHO96

9 Ezivile uYesu ezi zinto, wamangaliswa, wajika wathi kwindimbane eyayimlandela: “Ndithi kuni, nkqu nakwaSirayeli andifumananga lukholo lungaka.”

funda isahluko epheleleyo Uluka 7

imbono Uluka 7:9 kwimeko