Uluka 9:7 XHO96

7 UHerode, owayephethe kuloo mmandla, waziva zonke izinto ezenziweyo nguYesu. Wasuka wanexhala, kuba kwakusithiwa: “Kuvuke uYohane kwabafileyo;”

funda isahluko epheleleyo Uluka 9

imbono Uluka 9:7 kwimeko